Esonasona Sidlo Level 2 Author:Sindiwe Magona, Paddy Bouma Kuxhaphakile eMzantsi Afrika, ngenxa yeemeko ngeemeko, ukuba abantwana ababudala bungephi bashiywe ukuba babe liliso kubanye abantwana bakowabo, babe ngabazali kubo. A heart warming story set in a South African township about a young girl who has to look after her siblings as her parents are away.